Online Bible

- Advertisements -




Izililo 4:18 - IZIBHALO EZINGCWELE

18 Bazingela amanyathela ethu, ukuze singabi nakuhamba ezitratweni zethu; Kusondele ukuphela kwethu, izalisekile imihla yethu; ewe, kufikile ukuphela kwethu.

See the chapter Copy

IBHAYIBHILE

18 Sichwechwelwa ngamadoda asizingelayo ngokokude singabi nakuhamba ezitalatweni zethu. Sisondele isiphelo sethu; ifinciwe imihla yethu; ewe, sifikile isiphelo sethu.

See the chapter Copy

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

18 Bazingela amanyatela etu, ukuba besingenakuhamba ezitarateni zetu: kwasondela ukupela kwetu, yabizalisekile imihla yetu; ngokwenene ukupela kwetu bekufikile.

See the chapter Copy

Contemporary Xhosa Bible 2024

18 Bazingela amanyathela ethu, ukuba singahambi ezitratweni zethu; ngokuba kufikile ukuphela kwethu.

See the chapter Copy




Izililo 4:18

Follow us:

Advertisements


Advertisements