Izililo 3:34 - IZIBHALO EZINGCWELE34 Ekutyunyuzweni kwababanjiweyo bonke behlabathi phantsi kweenyawo; See the chapterIBHAYIBHILE34 Ukuwacumza ngonyawo onke amabanjwa emhlabeni, See the chapterIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)34 Ukuba umntu ancinezele ngapantsi kwenyawo zake bonke ababanjwa belizwe; See the chapterContemporary Xhosa Bible 202434 Ukunyathela phantsi kweenyawo zakhe bonke abathinjwa behlabathi; See the chapter |