Online Bible

- Advertisements -




Izililo 3:33 - IZIBHALO EZINGCWELE

33 Ngokuba ayibacinezeli ngokuphuma entliziyweni yayo, ibènze babe nosizi oonyana babantu.

See the chapter Copy

IBHAYIBHILE

33 Asingomnqweno wakhe ukuthumela imbandezelo okanye inkxwaleko koonyana babantu.

See the chapter Copy

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

33 Ngokuba ingababandezeli ngokwentliziyo, ingabenzi lusizi kanjalo, onyana babantu.

See the chapter Copy

Contemporary Xhosa Bible 2024

33 Kuba uyabacudisa oonyana babantu ngokuzithandela nangentuthumbo.

See the chapter Copy




Izililo 3:33

Follow us:

Advertisements


Advertisements