Online Bible

- Advertisements -




Izililo 2:8 - IZIBHALO EZINGCWELE

8 UYehova ucingé ukonakalisa udonga lwentombi enguZiyon; Wolulé ulutya lokulinganisela, àkasibuyisa isandla sakhe ekuginyeni; Wenza ungqameko lomsele lwaba nesijwili, kwanodonga; zithokombisile kunye ezo zinto.

See the chapter Copy

IBHAYIBHILE

8 UNdikhoyo wagqiba ekudilizeni iindonga ezirhangqe intombi enguZiyon; wawolula umtya wokulinganisa, waza akasibamba isandla sakhe ekutshabalaliseni. Kwaba sisijwili kwiinqaba neendonga; zadilika zasuka zanyamalala.

See the chapter Copy

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

8 Ucingile uyehova, ukutshabalalisa udonga lwentombi yase‐Ziyone; uyolule intambo, akasibuyisanga isandla sake ekugqibeni; wenza ngoko ukuba kulilwe yindawo enqatyisiweyo nodonga; zicubukile kunye.

See the chapter Copy

Contemporary Xhosa Bible 2024

8 uYehova ucinge ukonakalisa udonga lwentombi enguZiyon; Wolula umsonto, asatyeka enzonzobileni isandla sakhe; ke ngoko, wenza iindonga zikhala; badanile kunye.

See the chapter Copy




Izililo 2:8

Follow us:

Advertisements


Advertisements