Online Bible

- Advertisements -




Izililo 1:22 - IZIBHALO EZINGCWELE

22 Mabufike phambi kwakho bonke ububi bazo, Uziphathe njengoko wandiphatha ngako ngenxa yezikreqo zam zonke; Ngokuba kuninzi ukuncwina kwam, nentliziyo yam ityhafile.

See the chapter Copy

IBHAYIBHILE

22 Khawuyibone yonke inkohlakalo yazo, nazo uziphathe ngale ndlela undiphethe ngayo ngenxa yazo zonke izikreqo zam. Ndincwina ndincwinile; umxhelo wam uwile.

See the chapter Copy

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

22 Maize yonke inkohlakalo yabo ebusweni bako; uze wenzele bona, njengokuba ubusenzela nam ngenxa yazo zonke izigqito zam: ngokuba izigulo zam zininzi, nentliziyo yam icubukile.

See the chapter Copy

Contemporary Xhosa Bible 2024

22 Mabufike phambi kwakho bonke ububi bazo; uze wenze kuzo kanye njengoko undenze ngako ngenxa yokunxaxha kwam konke, ngenxa yokuba zininzi izono zam nentliziyo yam ivaliwe.

See the chapter Copy




Izililo 1:22

Follow us:

Advertisements


Advertisements