Izililo 5:13 - Contemporary Xhosa Bible 202413 Bathabatha abafana ukuba basile, abantwana bawa phantsi kweenkuni. See the chapterIZIBHALO EZINGCWELE13 Amadodana athwala amatye okusila, Amakhwenkwe akhubeka phantsi kweenkuni. See the chapterIBHAYIBHILE13 Amadodana abila esoma ngamatye okusila; abafana basindeka phantsi kweenyanda zeenkuni. See the chapterIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)13 Kwatatyatwa amadodana ukuba asile, nabafana baku̔beka ngapantsi kwenkuni. See the chapter |