Izililo 4:4 - Contemporary Xhosa Bible 20244 Ulwimi losana lunamathela ekhuhlangubeni lakhe linxano; Abantwana bacela isonka, akukho ubakhathaleleyo. See the chapterIZIBHALO EZINGCWELE4 Ulwimi losebeleni lunamathela ekhuhlangubeni lakhe linxano; Abantwana bacela isonka, akukho ubaphulelayo. See the chapterIBHAYIBHILE4 Iintsana zinxanwe lwada ulwimi lwee nca enkalakahleni. Abantwana bakhalela isonka, kodwa akukho mntu ubaphayo. See the chapterIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)4 Ulwimi lwosana luti nama ekuhlangubo lalo ngenxanwa: intsatshana ziyacela isonka; akuko ozabelayo. See the chapter |