Online Bible

- Advertisements -




Izililo 4:15 - Contemporary Xhosa Bible 2024

15 Bathi kuwo, Hambani; ayicocekanga; mkani, mkani, musani ukuphatha; ekubalekeni kwabo, babhadula ezintlangeni, bathi, Abayi kubuya baphambukele khona.

See the chapter Copy

IZIBHALO EZINGCWELE

15 Sukani, nantso inqambi! Kwatshiwo ukumenyezwa kubo. Sukani, sukani, musani ukuphatha! Bakùsaba, baphamzela nalapho, kwathiwa phakathi kweentlanga, Mabangaphindi baphambukele khona.

See the chapter Copy

IBHAYIBHILE

15 “Mkani; *nigqwalisekile!” batsho abantu kubo. “Sukani; sukani; ningakhe nilinge ukusondela kuthi!” Bakuba bebhacele ezintlangeni zona ziya kuthi ngabo: “Abanakuhlala apha.”

See the chapter Copy

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

15 Bamemeza kubo, besiti: Sukani, nina banco̔lileyo! sukani, sukani, ningacukumisi! Ngenyaniso bayabaleka, bayabadula; kutwa pakati kwezizwe: Abasayi kuhlala kona.

See the chapter Copy




Izililo 4:15

Follow us:

Advertisements


Advertisements