Izililo 3:7 - Contemporary Xhosa Bible 20247 Undibiyele ngothango, ukuba ndingabi nakuphuma; Wayenza nzima ityathanga lam. See the chapterIZIBHALO EZINGCWELE7 Úndibiyele ngeenxa zonke, andinakuphuma; uwenze aba nzima amakhamandela am obhedu. See the chapterIBHAYIBHILE7 Undibiyele macala onke ukuze ndingabi nakuphuma; undikhonxe ngamakhamandela obhedu andisindayo. See the chapterIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)7 Undibiyile ngamacala onke, ukuba ndingebe nako ukupuma: uwenze nzima umxokelelwane wam. See the chapter |