Online Bible

- Advertisements -




Izililo 3:34 - Contemporary Xhosa Bible 2024

34 Ukunyathela phantsi kweenyawo zakhe bonke abathinjwa behlabathi;

See the chapter Copy

IZIBHALO EZINGCWELE

34 Ekutyunyuzweni kwababanjiweyo bonke behlabathi phantsi kweenyawo;

See the chapter Copy

IBHAYIBHILE

34 Ukuwacumza ngonyawo onke amabanjwa emhlabeni,

See the chapter Copy

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

34 Ukuba umntu ancinezele ngapantsi kwenyawo zake bonke ababanjwa belizwe;

See the chapter Copy




Izililo 3:34

Follow us:

Advertisements


Advertisements