Online Bible

- Advertisements -




Izililo 3:32 - Contemporary Xhosa Bible 2024

32 Nokuba uthe wenza umvandedwa, woba nemfesane ngokobuninzi benceba yakhe.

See the chapter Copy

IZIBHALO EZINGCWELE

32 Ngokuba naxa imhlisele usizi, noko yoba nemfesane ngokobuninzi benceba yayo.

See the chapter Copy

IBHAYIBHILE

32 Nakuba eyizisa intlungu ubuya abe nemfesane. Kaloku lungako uthando lwakhe olungazange lwaphela.

See the chapter Copy

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

32 Koko ukuba iyenza lusizi, iya kuba nenceba noko njengobuninzi bezibele zayo.

See the chapter Copy




Izililo 3:32

Follow us:

Advertisements


Advertisements