Izililo 2:8 - Contemporary Xhosa Bible 20248 uYehova ucinge ukonakalisa udonga lwentombi enguZiyon; Wolula umsonto, asatyeka enzonzobileni isandla sakhe; ke ngoko, wenza iindonga zikhala; badanile kunye. See the chapterIZIBHALO EZINGCWELE8 UYehova ucingé ukonakalisa udonga lwentombi enguZiyon; Wolulé ulutya lokulinganisela, àkasibuyisa isandla sakhe ekuginyeni; Wenza ungqameko lomsele lwaba nesijwili, kwanodonga; zithokombisile kunye ezo zinto. See the chapterIBHAYIBHILE8 UNdikhoyo wagqiba ekudilizeni iindonga ezirhangqe intombi enguZiyon; wawolula umtya wokulinganisa, waza akasibamba isandla sakhe ekutshabalaliseni. Kwaba sisijwili kwiinqaba neendonga; zadilika zasuka zanyamalala. See the chapterIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)8 Ucingile uyehova, ukutshabalalisa udonga lwentombi yase‐Ziyone; uyolule intambo, akasibuyisanga isandla sake ekugqibeni; wenza ngoko ukuba kulilwe yindawo enqatyisiweyo nodonga; zicubukile kunye. See the chapter |