Online Bible

- Advertisements -




Izililo 2:20 - Contemporary Xhosa Bible 2024

20 Khangela, Yehova, ubone ukuba wenze kubani na le nto. Ngaba abafazi baya kudla iziqhamo zabo nabantwana ixesha elide? Ngaba umbingeleli nomprofeti baya kubulawa engcweleni kaYehova?

See the chapter Copy

IZIBHALO EZINGCWELE

20 Bóna, Yehova, ukhangele, ngubani na lo wènjénje ukumphatha kakubi? Abafazi bangádla isiqhamo somzimba wabo na? Badlè abantwana ababathantamisayo na? Angábulawelwa engcweleni yeNkosi na umbingeleli nomprofeti?

See the chapter Copy

IBHAYIBHILE

20 Khangela, Ndikhoyo, ubone; ngoobani owakha wabenjenje? Ingaba abafazi mabadle inzala yabo na, abantwana ababampelesayo? Ingaba umbingeleli nomshumayeli uthi mababulawe bafele esibingelelweni seNkosi na?

See the chapter Copy

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

20 Bona, Yehova! ukangele lowo ungubanina wenje njalo kuye: abafazi baya kudla isixakato sabo na, intsatshana zokutwalwa ezandleni? umperisite nomprofite baya kubulawa na endaweni engcwele yenkosi?

See the chapter Copy




Izililo 2:20

Follow us:

Advertisements


Advertisements