Izililo 2:16 - Contemporary Xhosa Bible 202416 Zonke iintshaba zakho zikwakhamisela umlomo; babetha umlozi kwaye batshixizela amazinyo; bathi, Simdlile; ngenene le yimini ebesiyilindele; siyifumene, sayibona. See the chapterIZIBHALO EZINGCWELE16 Zonke iintshaba zakho zikwakhamisela umlomo; Zenza umsondlo, zitshixizela amazinyo; zithi, Siyiginyile; Inene, yiyo le imini ebe siyithembile; siyifumene, siyibonile. See the chapterIBHAYIBHILE16 Uza kuba ngundaba-mlonyeni kwiintshaba zakho zonke, ziphoxise, zikunyevulele, zisithi: “Simginyile khona! Kunini silulindile olu suku! Salufumana, sada salubona.” See the chapterIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)16 Zonke intshaba zako ziyakwakamela ngomlomo wazo; ziyenza amakwelo, ziyatshixiza ngamazinyo; ziti: Siyigqibile; okunene lo ungumhla siwukangeleyo; sesifumene, sesibonile. See the chapter |