Online Bible

- Advertisements -




Izililo 2:14 - Contemporary Xhosa Bible 2024

14 Abaprofeti bakho bakubonisa izinto ezililize nezibubudenge, yaye ababutyhilanga ububi bakho ukuze bakuthintele ukuthinjwa; ke ndanibona imithwalo ebuxoki, nokugxothwa.

See the chapter Copy

IZIBHALO EZINGCWELE

14 Abaprofeti bakho bakubonele imibono yento engento nejavujavu; Àbabutyhila ubugwenxa bakho, ukuba kubuyiswe ukuthinjwa kwakho; Bakubonéle imibono ezizihlabo ezingezizo, nezokugxothwa.

See the chapter Copy

IBHAYIBHILE

14 Imibono yabashumayeli bakho yayingamampunge nenkohliso; abalutyhilanga ukreqo lwakho ukuze kunqandwe ukuthinjwa kwakho. Izihlabo abazibhekise kuwe zazibubuxoki obulahlekisayo.

See the chapter Copy

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

14 Abaprofite bako bakubonele okungendawo nobudenge: abatyilanga inkohlakalo yako, ukuba kubuyiswe ukutinjwa kwako: kodwa bakubonele imitwalo ebuxoki nezigxotiso.

See the chapter Copy




Izililo 2:14

Follow us:

Advertisements


Advertisements