Izililo 2:11 - Contemporary Xhosa Bible 202411 Amehlo am azele zinyembezi, ziyabila isisu sam, intliziyo yam ibuhlungu ngenxa yokwaphuka kwentombi yabantu bakowethu; ngokuba besifa isiqaqa abantwana neentsana ezitratweni zomzi. See the chapterIZIBHALO EZINGCWELE11 Amehlo am aphela ziinyembezi, ziyabila izibilini zam, Isibindi sam siphalele emhlabeni, ngenxa yokwaphuka kwentombi yabantu bakowethu, Ngokutyhafa kwabantwana, nabasemabeleni, ezitratweni zomzi. See the chapterIBHAYIBHILE11 Amehlo am akaboni ziinyembezi; amathumbu am ayaxuxuzela; ndiphelelwe sisibindi, ngenxa yokubhuqwa kwabantu bakowethu, kuba abantwana neentsana baphelelwe ngamandla ezitalatweni zesixeko. See the chapterIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)11 Amehlo am ayapela zinyembezi, amatumbu am axapazele, isibindi sam sipalele ngasemhlabeni, ngenxa yokwapuka kwentombi yabantu bam; ngokuba intsatshana nentsana zisiwa ezitarateni zesixeko. See the chapter |