Izililo 1:3 - Contemporary Xhosa Bible 20243 uYuda wathinjwa ngenxa yokubandezeleka nangenxa yobukhoboka obuninzi; uhleli ezintlangeni, akabuboni ukuphumla; bonke abasukeli bakhe bambamba enyanyeni. See the chapterIZIBHALO EZINGCWELE3 UYuda uye ekuthinjweni, ephuma ezintsizini nasezinkonzweni ezininzi; Yena uhleli ezintlangeni, akafumani kuphumla; Bonke abamsukelayo bamfikele ezingxingongweni. See the chapterIBHAYIBHILE3 UJuda uye ekuthinjweni, weva iinkxwaleko nokusebenza nzima. Uhleli phakathi kweentlanga; akakufumani ukuphumla. Bamfumene bonke abamsukelayo, bamxina macala onke. See the chapterIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)3 I‐Juda yemkile ngokutinjwa ngenxa yembandezelo, nangenxa yobuninzi benkonzo: iyahlala pakati kwabaheyideni; ayizuzi ukupumla; bonke abasukeli bayo bayifumana pakati kwazo ingxingwa. See the chapter |