Izililo 1:19 - Contemporary Xhosa Bible 202419 Ndibabizile abandithandayo, basuka bandixokisa; ababingeleli bam namadoda amakhulu am bazinikele kuwo umzi, xa babefuna ukudla kwabo, ukuba bawubuyise umphefumlo wabo. See the chapterIZIBHALO EZINGCWELE19 Ndibizé izithandane zam, zandikhohlisa zona; Ababingeleli bam, namadoda amakhulu akwam, aphume umphefumlo phakathi komzi, Xa abezifunela ukudla, ukuba abuyise imiphefumlo yawo. See the chapterIBHAYIBHILE19 Ndakhala kwizithandwa zam, kodwa zandikhohlisa. Ababingeleli bam, namadoda amakhulu, âtshabalala esixekweni efuna ukudla ukuze ahlaziyeke. See the chapterIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)19 Ndabiza abatandi bam, kuloko bona bendikohlisile: abaperisite bam nabadala bam baqauka esixekweni, nxa babezifunela ukudla, ukuba babuyise imipefumlo yabo. See the chapter |