Izililo 1:15 - Contemporary Xhosa Bible 202415 uYehova uwanyhashe onke amagorha phakathi kwam; Umeme ibandla ukuba laphule amadodana am; iNkosi yam ixovule intombi enguYuda, njengesixovulelo sewayini. See the chapterIZIBHALO EZINGCWELE15 INkosi yam izitshitshisile zonke iimbalasane zam eziphakathi kwam; Indimemele umthendeleko, ukuba yaphule amadodana am. INkosi yam ixovule inkazana enguYuda, ngokungathi kusesixovulweni sewayini. See the chapterIBHAYIBHILE15 INkosi izibukule zonke izithwala-ndwe zam; ihlanganise umkhosi ukuze ucumze umlisela wakowethu. INkosi iyinyhashe esixovululweni intombi enguJuda. See the chapterIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)15 Onke amaṙoti am iwalahlile inkosi pakati kwam; ibizile ngakum intlanganiso, ukwapula amadodana am; isincinezelo seveyine isixovulile inkosi, esentombi ipela ka‐Juda. See the chapter |