Online Bibel

- Annoncer -




iGenesis 1:2 - IZIBHALO EZINGCWELE

2 Ke ehlabathini kwakusenyanyeni, kuselubala; kwakumnyama phezu kwamanzi enzonzobila. UMoya kaThixo wafukama phezu kwamanzi lawo.

Se kapitlet Kopi

IBHAYIBHILE

2 Kwakuselubala nje emhlabeni, kungekho nto ikhoyo. Inzonzobila yamanzi eyayigubungele konke yayithiwe gqume sisithokothoko sobumnyama. UMoya kaThixo wafukama phezu kwaloo manzi.

Se kapitlet Kopi

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

2 KEKALOKU umhlaba wabugxwayiba, wauzé kanjalo: kwabako nobumnyama ebusweni benzulu. Waye u‐Moya katixo wazamazama pezu kwobuso bamanzi.

Se kapitlet Kopi

Contemporary Xhosa Bible 2024

2 Umhlaba wawusenyanyeni, ungento; Kwabakho ubumnyama phezu konogumbe womhlaba kwaye uMoya kaThixo wawuhamba phezu kwamanzi.

Se kapitlet Kopi




iGenesis 1:2

Følg os:

Annoncer


Annoncer