Online Bibel

- Annoncer -




Izililo 1:8 - Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

8 I‐Yerusaleme yonile kakulu; kukona iyinto enco̔lileyo: bonke abebeyibeka bayayidela, ngokuba bebone ubuzé bayo: ewe, yona iyagula, iyabuya ngomva.

Se kapitlet Kopi

IZIBHALO EZINGCWELE

8 IYerusalem asikuko nokuba yonile yona; ngenxa yoko yaba lubhorha; Bonke ababeyizukisa bayayicukuceza, ngokuba baboné ubuzé bayo; Nayo ngokwayo iyancwina, ibuye umva.

Se kapitlet Kopi

IBHAYIBHILE

8 IJerusalem yone kakhulu, yaza ke ngoko yaba nomlaza. Bonke ababefudula beyihlonele basuke bayidela, kuba bebubonile ubuze bayo. Nayo itsho ngencwina, ide izifihle ubuso.

Se kapitlet Kopi

Contemporary Xhosa Bible 2024

8 iYerusalem yenze isono esikhulu; wasuswa ke ngoko; Bonke ababelihlonela babelidela, kuba bebona ukungcola kwalo; ewe wancwina wajonga ngasemva.

Se kapitlet Kopi




Izililo 1:8

Følg os:

Annoncer


Annoncer