Online Bibel

- Annoncer -




Izililo 1:11 - Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

11 Bayagula bonke abantu bayo, bayafuna isonka; izinto zabo ezinqwenelekileyo bazananile ngokudla, ukuba kubuyiswe umpefumlo: bona, Yehova! ukangele; ngokuba ndiba ngodelekileyo.

Se kapitlet Kopi

IZIBHALO EZINGCWELE

11 Bonke abantu bayo bayancwina, befuna isonka; Barholé izinto zabo ezinqwenelekayo ngenxa yesonka, ukuze bawubuyise umphefumlo; Bóna, Yehova, ukhangele, ukuba ndisuke ndacukucezeka.

Se kapitlet Kopi

IBHAYIBHILE

11 Abantu bayo bonke batsho ngencwina xeshikweni behamba befuna ukutya; bancama nempahla yabo yexabiso, befuna ukudla khon' ukuze bahlaziyeke. Ithi: “Awu, Ndikhoyo, khangela ubone, kuba ndingodeliweyo.”

Se kapitlet Kopi

Contemporary Xhosa Bible 2024

11 Bonke abantu bakhe bayancwina, befuna isonka; babanika iilekese njengokutya kokuhlaziya umoya; yabona, Yehova, zigcine; ngokuba ndisuke ndaba ngongendawo.

Se kapitlet Kopi




Izililo 1:11

Følg os:

Annoncer


Annoncer