uYohane 1:9 - IBHAYIBHILE9 Lowo ulukhanyiso lwenene olukhanyisela wonke umntu, wayesiza ehlabathini. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE9 Waye ke yena elukhanyiso oluyinyaniso, olubakhanyiselayo abantu bonke, esiza ehlabathini. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)9 Lona ukanyiso oluyinyaniso belululo olukanyisayo bonke abantu besiza elizweni. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 20249 Lowo ulukhanyiso lwenene olukhanyisela wonke umntu, wayesiza ehlabathini. Viz kapitola |