uLuka 1:80 - IBHAYIBHILE80 Wakhula umntwana, waya esomelela ngokomelela. Wayehlala entlango kwada kwayimini yokubonakala kwakhe kumaSirayeli. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE80 Wakhula umntwana, waya esomelela ngomoya; waye esentlango, kwada kwayimini yokubonakalaliswa kwakhe kuSirayeli. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)80 Wati umntwana wakula, waba namandla emoyeni; wayesezintlango apo, kwada kwangumhla wokubonakaliswa kwake ko‐Sirayeli. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 202480 Wakhula umntwana, waya esomelela emoyeni; wayesezintlango, kwada kwayimini yokubonakalaliswa kwakhe kuSirayeli. Viz kapitola |