Online Bible

- Reklamy -




KumaHebhere 1:2 - IBHAYIBHILE

2 Kodwa ke kula maxesha okugqibela uthethe nathi ngoNyana wakhe. UThixo wammisela ukuba abe yindlalifa yezinto zonke, kwaye futhi ihlabathi liphela walidala ngaye.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

2 awammisayo wayindlalifa yeento zonke, awathi kwangaye wayenza indalo yonke;

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

2 ute kulemihla yokugqibela wateta kuti ngonyana, ammisileyo ukuba yindlalifa yezinto zonke, okungaye kanjalo wawenza amazwe akoyo:

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

2 Ngale mihla yokugqibela uthe wathetha nathi ngoNyana wakhe, awammisayo ukuba abe yindlalifa yeento zonke, awathi kwangaye wawenza amahlabathi;

Viz kapitola kopírovat




KumaHebhere 1:2

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy