Online Bible

- Reklamy -




Izililo 1:7 - IBHAYIBHILE

7 Ngemihla yayo yenkxwaleko nokubhadula iJerusalem iyabukhumbula bonke ubuncwane bayo bamandulo. Akubangakho mntu wakuyinceda xa abantu bayo babesoyiswa lutshaba. Iintshaba zayo zayiwa ngeentsini zakubona isiphelo sayo.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

7 IYerusalem iyazikhumbula, ngemini yeentsizi zayo neyokudinga kwayo, Zonke izinto zayo ezinqwenelekayo ebinazo kwakwiimini zamandulo, Ekuweni kwabantu bayo esandleni sombandezeli, ingenamncedi; Ababandezeli bayo báyibona, bakúhleka ukucinywa kwayo.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

7 Yakumbula i‐Yerusaleme, emihleni yokubandezelwa kwayo nokutshutshiswa kwayo, zonke izinto zayo ezinqwenelekileyo ezibe ziko kwa semihleni yakudala; nxa abantu bayo bawa esandleni sotshaba, kungeko oyincedayo; intshaba zayibona, zahleka utshabalalo lwayo.

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

7 iYerusalem yazikhumbula, ngexesha leshwangusha layo neentsizi zayo, zonke izinto zayo ezinqwenelekayo ebinazo kwamandulo, Ekuweni kwabantu bayo phambi kotshaba, akwabakho mncedi; Abachasi bambona baza bahlekisa ngaye ngeesabatha zakhe.

Viz kapitola kopírovat




Izililo 1:7

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy