Izililo 1:3 - IBHAYIBHILE3 UJuda uye ekuthinjweni, weva iinkxwaleko nokusebenza nzima. Uhleli phakathi kweentlanga; akakufumani ukuphumla. Bamfumene bonke abamsukelayo, bamxina macala onke. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE3 UYuda uye ekuthinjweni, ephuma ezintsizini nasezinkonzweni ezininzi; Yena uhleli ezintlangeni, akafumani kuphumla; Bonke abamsukelayo bamfikele ezingxingongweni. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)3 I‐Juda yemkile ngokutinjwa ngenxa yembandezelo, nangenxa yobuninzi benkonzo: iyahlala pakati kwabaheyideni; ayizuzi ukupumla; bonke abasukeli bayo bayifumana pakati kwazo ingxingwa. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 20243 uYuda wathinjwa ngenxa yokubandezeleka nangenxa yobukhoboka obuninzi; uhleli ezintlangeni, akabuboni ukuphumla; bonke abasukeli bakhe bambamba enyanyeni. Viz kapitola |