Online Bible

- Reklamy -




Izililo 1:19 - IBHAYIBHILE

19 Ndakhala kwizithandwa zam, kodwa zandikhohlisa. Ababingeleli bam, namadoda amakhulu, âtshabalala esixekweni efuna ukudla ukuze ahlaziyeke.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

19 Ndibizé izithandane zam, zandikhohlisa zona; Ababingeleli bam, namadoda amakhulu akwam, aphume umphefumlo phakathi komzi, Xa abezifunela ukudla, ukuba abuyise imiphefumlo yawo.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

19 Ndabiza abatandi bam, kuloko bona bendikohlisile: abaperisite bam nabadala bam baqauka esixekweni, nxa babezifunela ukudla, ukuba babuyise imipefumlo yabo.

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

19 Ndibabizile abandithandayo, basuka bandixokisa; ababingeleli bam namadoda amakhulu am bazinikele kuwo umzi, xa babefuna ukudla kwabo, ukuba bawubuyise umphefumlo wabo.

Viz kapitola kopírovat




Izililo 1:19

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy