Online Bible

- Reklamy -




Izililo 1:15 - IBHAYIBHILE

15 INkosi izibukule zonke izithwala-ndwe zam; ihlanganise umkhosi ukuze ucumze umlisela wakowethu. INkosi iyinyhashe esixovululweni intombi enguJuda.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

15 INkosi yam izitshitshisile zonke iimbalasane zam eziphakathi kwam; Indimemele umthendeleko, ukuba yaphule amadodana am. INkosi yam ixovule inkazana enguYuda, ngokungathi kusesixovulweni sewayini.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

15 Onke amaṙoti am iwalahlile inkosi pakati kwam; ibizile ngakum intlanganiso, ukwapula amadodana am; isincinezelo seveyine isixovulile inkosi, esentombi ipela ka‐Juda.

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

15 uYehova uwanyhashe onke amagorha phakathi kwam; Umeme ibandla ukuba laphule amadodana am; iNkosi yam ixovule intombi enguYuda, njengesixovulelo sewayini.

Viz kapitola kopírovat




Izililo 1:15

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy