iZenzo 1:23 - IBHAYIBHILE23 Baza baphakamisa amagama amadoda amabini: uJosefu owayesaziwa ngokuba nguBharsabha, obizwa nangokuba nguYusto, kwakunye noMatiya. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE23 Bamisa mabini, uYosefu, okuthiwa nguBharsabhas, ogama limbi linguYusto, noMatiya. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)23 Baza bamisa ababini, u‐Josefe obizwa ngo‐Barasaba, owatiywa elinye igama elingu‐Yusitusi, no‐Matiya. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 202423 Bamisa ababini, uYosefu ogama linguBharsabhas, ogama limbi linguYusto, noMatiya. Viz kapitola |