iZenzo 1:20 - IBHAYIBHILE20 “Kuba kaloku kwiNcwadi yeeNdumiso kubhalwe kwathiwa: “ ‘Mawube linxiwa umzi wakhe; makungahlali nabani kuwo.’ “Kwakhona kuthiwa: “ ‘Masithathwe ngomnye isikhundla sakhe.’ Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE20 Kuba kubhaliwe encwadini yeeNdumiso kwathiwa, Umzi wakhe mawube yintlango, Kungabikho umiyo kuwo; (INdum. 69:25) Buthi nobuveleli bakhe buthatyathwe ngomnye. (INdum. 109:8) Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)20 Ngokuba kuba̔liwe encwadini yamaculo ukuti: Maibe indlu yake ici̔takele; makungabiko namnye ohlala kuyo: nokuti: Mabutatyatwe ngomnye ubongama bake. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 202420 Kuba kubhaliwe encwadini yeeNdumiso kwathiwa, Umzi wakhe mawube yintlango, Kungabikho umiyo kuwo; Buthi nobuveleli bakhe buthatyathwe ngomnye. Viz kapitola |