Online Bible

- Reklamy -




iZenzo 1:19 - IBHAYIBHILE

19 Le ntlekele yaduma kulo lonke elaseJerusalem; baza bayithiya igama loo ndawo, bathi yiAkeldama ngolwini lwabo, igama elithetha umhlaba wegazi.)

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

19 Kwazeka oko kubo bonke abemiyo eYerusalem, wada loo mhlaba ngeyabo intetho kwathiwa yiAkeldama, oko kukuthi, ngumhlaba wegazi.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

19 kwasuka kwazeka oku kubo bonke abebemi e‐Yerusaleme, lada labizwa igama lentsimi leyo ngokwakowabo ukuteta ngokuti yi‐Akelidama, oko kukuti yintsimi yegazi.)

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

19 Kwazeka oko kubo bonke abemi baseYerusalem; wada loo mhlaba ngeyabo intetho kuthiwe yiAkeldama, oko kukuthi, ngumhlaba wegazi.

Viz kapitola kopírovat




iZenzo 1:19

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy