iZenzo 1:18 - IBHAYIBHILE18 Kaloku le ndoda yathenga umhlaba ngaloo mali yayifumana ngenkohlakalo. Yawa ngesisu, sagqabhuka, zaphalala izibilini kuloo ndawo. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE18 Lowo ke ngoko wazuza umhlaba ngomvuzo wokungalungisi; wathi ekhahleleke phantsi ngobuso, wagqabhuka phakathi, zaphalala zonke izibilini zakhe. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)18 (Lo ke kekaloku watenga intsimi ngomvuzo wenkohlakalo yake; waza ewile ngentloko wacandeka pakati, ati onke amatumbu ake apalaka: Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 202418 Lowo ke ngoko wazuza umhlaba ngomvuzo wokungalungisi; wawa ngobuso, wagqabhuka phakathi, zaphalala zonke izibilini zakhe. Viz kapitola |