iZenzo 1:15 - IBHAYIBHILE15 Ngaloo mihla xa babehlangene ndawonye abakholwayo bemalunga nekhulu elinamashumi amabini bebonke, waphakama uPetros, wathi: Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE15 Ngaloo mihla wesuka wema uPetros phakathi kwabo abazalwana (laye inani lamagama ndawonye lingathi lilikhulu elinamanci amabini), wathi, Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)15 Kekaloku kwezintsuku wesuka wema u‐Petrosi pakati kwabadisipile, (ngati inani lamagama abebendawonye lalilikulu linamashumi mabini,) wati: Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 202415 Ngaloo mihla wema uPetros phakathi kwabafundi, wathi, (inani lamagama xa lihlangene lingathi lilikhulu elinamanci mabini); Viz kapitola |