iZenzo 1:14 - IBHAYIBHILE14 Bonke aba babezingisa ukuthandaza ngamxhelo mnye, kukho namanina, ekho noMariya unina kaYesu nabantakwabo-Yesu. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE14 Aba bonke babezingisa ngamxhelo mnye ekuthandazeni nasekukhungeni, ndawonye nabafazi, noMariya unina kaYesu, kwandawonye nabazalwana bakhe. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)14 Aba bonke bebezingisa ngentliziyo nye ekutandazeni nasekukungeni, kunye nabafazi no‐Mariya unina ka‐Yesu, nakunye nabazalwana bake. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 202414 Aba bonke babezingisa ngamxhelo mnye ekuthandazeni nasekukhungeni, ndawonye nabafazi, noMariya unina kaYesu, kwandawonye naba zalwana bakhe. Viz kapitola |