Online Bible

- Reklamy -




iZenzo 1:10 - IBHAYIBHILE

10 Besakhangele ukumka kwakhe, bondele esibhakabhakeni apho, nango amadoda amabini, ambethe ezimhlophe, emi ngakubo,

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

10 Bakuba beqwalasele ezulwini, akubon' ukuba uyemka, kwabonakala kumi ngakubo amadoda amabini eneengubo ezimhlophe,

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

10 Naxeshekweni bebejongela ngasezulwini ekumkeni kwake, bona ke, amadoda amabini ebemi kufupi nabo enezivato ezimhlope;

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

10 Bakuba beqwalasele ezulwini, njengoko wayenyuka, kwabonakala kumi ngakubo amadoda amabini, eneengubo ezimhlophe;

Viz kapitola kopírovat




iZenzo 1:10

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy