Online Bible

- Reklamy -




Imizekeliso 1:28 - IBHAYIBHILE

28 “Ngenene, niya kuzibika kum, kodwa ke mna ndingasabeli. Niya kuba ngabhadula nindifuna, ningandizuzi.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

28 Baya kwandula bandibize, ndingaphenduli, Bandifune kwakusasa, bangàndifumani;

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

28 Baya kwandul’ ukundibiza, kanti andiyi kusabela; baya kundifuna msinya, kanti abasayi kundifumana:

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

28 Bosuka bandibhenele, ndingaphenduli; baya kundifuna kamsinya, bangandifumani;

Viz kapitola kopírovat




Imizekeliso 1:28

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy