iGenesis 1:8 - IBHAYIBHILE8 Wathi uThixo amajukujuku lawo sisibhakabhaka. Kwahlwa, kwabuya kwasa; yaba ngumhla wesibini ke lowo. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE8 Wathi uThixo isibhakabhaka ngamazulu. Kwahlwa, kwasa: yangumhla wesibini. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)8 Wati utixo ukutiya isibakabaka, lizulu. Kwaza ukuhlwa nokusa kwaba ngumhla wesibini. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 20248 Wawabiza uThixo amazulu, kwahlwa, kwasa ke ngowesibini umhla. Viz kapitola |