Online Bible

- Reklamy -




iGenesis 1:4 - IBHAYIBHILE

4 Wakholwa ke uThixo koko kukhanya, waza wakwahlula ukukhanya nobumnyama.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

4 Kwabakho ke ukukhanya. Wakubona ke uThixo ukukhanya ukuba kulungile, wahlula uThixo phakathi kokukhanya nobumnyama.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

4 Waye utixo wabona ukukanya ukuba kulungile; waza utixo wenza isahlulo pakati kwokukanya nobumnyama.

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

4 Wakubona ke uThixo ukukhanya ukuba kulungile, wahlula uThixo phakathi kokukhanya nobumnyama.

Viz kapitola kopírovat




iGenesis 1:4

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy