iGenesis 1:31 - IBHAYIBHILE31 UThixo wakholwa kakhulu yiyo yonke indalo yakhe. Kwahlwa, kwasa; yaba ngumhla wesithandathu ke lowo. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE31 Kwaba njalo. Wakubona uThixo konke akwenzileyo, nanko, kulungile kunene. Kwahlwa, kwasa: yangumhla wesithandathu. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)31 Waye utixo wabona konke abekwenzile, kekaloku bona ke, kwakulungile kunene. Kwaza ukuhlwa nokusa kwaba ngumhla wesitandatu. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 202431 Wakukhangela uThixo konke akwenzileyo, nanko, ukuba kulungile kunene. Kwahlwa, kwasa ke ngomhla wesithandathu. Viz kapitola |