Online Bible

- Reklamy -




iGenesis 1:29 - IBHAYIBHILE

29 Ndininika zonke izityalo ezithwala iinkozo elizweni, kunye nemithi ethwala iziqhamo. Zoba kukutya kwenu ezo zinto.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

29 Wathi uThixo, Yabonani, ndininikile yonke imifuno evelisa imbewu, esemhlabeni wonke, nayo yonke imithi eneziqhamo zemithi evelisa imbewu: yoba kukudla kuni.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

29 Wayesiti utixo: Bona ke, ndinipile yonke imifuno inika imbewu, epezu kwobuso bomhlaba wonke, nayo yonke imiti ekukuyo isiqa̔mo somti sinika imbewu: yoba yinto yokutya kuni.

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

29 Wathi uThixo, Yabonani, ndininika yonke imithi evelisa imbewu, esemhlabeni wonke, nemithi yonke evelisa iziqhamo, ethwala imbewu; mayibe kukutya kwakho.

Viz kapitola kopírovat




iGenesis 1:29

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy