Online Bible

- Reklamy -




iGenesis 1:27 - IBHAYIBHILE

27 Wamdala ke uThixo umntu. Wamenza wangumfuziselo wakhe. Wadala umntu oyindoda kwakunye nomntu obhinqileyo.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

27 Wamdala ke uThixo umntu ngokomfanekiselo wakhe; wamdala ngokomfanekiselo kaThixo; wadala indoda nenkazana.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

27 Waza utixo wadala umntu ngowake umfanekiso; wamdala ngomfanekiso katixo: wabadala indoda nomfazi.

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

27 Wamdala ke uThixo umntu ngokomfanekiselo wakhe; wadala indoda nenkazana.

Viz kapitola kopírovat




iGenesis 1:27

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy