Online Bible

- Reklamy -




iGenesis 1:24 - IBHAYIBHILE

24 Kwakhona uThixo uthe umhlaba mawuvelise iintlobo zonke zezinto ezinobomi: oozinkomo, izinto ezirhubuluzayo nezinambuzane, nazo zonke iindidi zamarhamncwa. Kwaba njalo ke.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

24 Wathi uThixo, Umhlaba mawuphume imiphefumlo ephilileyo ngohlobo lwayo: izinto ezizitho ziné, nezinambuzane, nezinto eziphilileyo zomhlaba ngohlobo lwazo.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

24 Wayesiti utixo: Umhlaba mawuvelise izinto ezinokudliwa kwobomi ngemmilo yazo, inkomo, nento ezinambuzelayo, nezilo zomhlaba, ngemmilo yazo. Kwaye kunjalo ke.

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

24 Wathi uThixo, Umhlaba mawuphume imiphefumlo ephilileyo ngohlobo lwayo: izinto ezizitho zine, nezinambuzane, nezinto eziphilileyo zomhlaba ngohlobo lwazo. Kwaye kwenzeka ngolu hlobo.

Viz kapitola kopírovat




iGenesis 1:24

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy