iGenesis 1:19 - IBHAYIBHILE19 Kwahlwa, kwasa, yaba ngumhla wesine. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE19 Kwahlwa, kwasa: yangumhla wesiné. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)19 Kwaza ukuhlwa nokusa kwaba ngumhla wesine. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 202419 Kwahlwa, kwasa ke ngomhla wesine. Viz kapitola |