iGenesis 1:18 - IBHAYIBHILE18 zongamele imini kunye nobusuku, nokuze zahlule ukukhanya nobumnyama. Wakholwa uThixo nazizo. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE18 zilawule imini nobusuku, zahlule ukukhanya kubumnyama. Wabona uThixo ukuba kulungile. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)18 nokuba zipate pezu kwemini napezu kwobusuku, nokuba zisenze isahlulo pakati kwokukanya nobumnyama. Waye utixo wabona ukuba kulungile. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 202418 nokuba zilawule imini nobusuku, zikwahlule ukukhanya nobumnyama. Wabona uThixo ukuba kulungile. Viz kapitola |