Online Bible

- Reklamy -




iGenesis 1:11 - IBHAYIBHILE

11 Ubuye wathi umhlaba mawuvelise zonke iintlobo zezityalo, ezo zithwala iinkozo kwanezithwala iziqhamo, zonke ngokweendidi zazo. Kwaba njalo ke.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

11 Wathi uThixo, Umhlaba mawuphume uhlaza, imifuno evelisa imbewu, imithi yeziqhamo, eyenza iziqhamo ngohlobo lwayo, embewu ikuyo, emhlabeni.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

11 Wayesiti utixo: Umhlaba mauvelise inca, nomfuno unika imbewu, nomti wokuqa̔ma, uhlanza isiqa̔mo ngemmilo yawo, ombewu ipakati kwawo, pezu kwomhlaba. Kwaye kunjalo ke.

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

11 Wathi uThixo, Umhlaba mawuphume uhlaza, nemifuno evelisa imbewu, nemithi eyenza iziqhamo ngohlobo lwayo, embewu ikuyo, emhlabeni. Kwaye kwenzeka.

Viz kapitola kopírovat




iGenesis 1:11

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy