Amaculo 1:1 - IBHAYIBHILE1 Hayi inyhweba yomntu ongahambiyo ngecebo labantw' abagwenxa, ongahambiyo ekhondweni lamatshijolo, umnt' ongadlelaniyo nabaphoxisayo. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE1 Hayi, uyolo lomntu ongahambiyo ngecebo labangendawo, Ongemiyo endleleni yaboni, Ongahlaliyo embuthweni yabagxeki! Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)1 HAI itamsanqa lalomntu ongahambiyo eqingeni labakohlakeleyo, ongemi endleleni yaboni, ongahlali esihlalweni sabagxeki; Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 20241 Hayi, uyolo lomntu ongahambiyo ngecebo labangendawo, ongemiyo endleleni yaboni, ongahlaliyo etroneni yabagxeki. Viz kapitola |