uYohane 1:48 - IZIBHALO EZINGCWELE48 Athi uNataniyeli kuye, Undazi ngani na? Waphendula uYesu wathi kuye, Phambi kokuba uFilipu akubize, uphantsi komkhiwane, ndandikubona. Viz kapitolaIBHAYIBHILE48 UNataniyeli wathi kuye: “Ùndazela phi na?” UYesu wamphendula wathi: “Wena ndakubona usephantsi komkhiwane, engekakubizi uFilipu.” Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)48 Wati u‐Natanayeli kuye: Uzuze pina ukundazi kwako? Wapendula u‐Yesu wati kuye: Engekakubizi u‐Filipi, wakuba ubungapantsikwomkiwane, ndakubona. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 202448 Athi uNataniyeli kuye, Undazi ngantoni na? Waphendula uYesu wathi kuye, Phambi kokuba uFilipu akubize, uphantsi komkhiwane, ndandikubona. Viz kapitola |