uYohane 1:29 - IZIBHALO EZINGCWELE29 Ngengomso uYohane umbona uYesu esiza kuye, athi, Nantso iMvana kaThixo, ethwala isuse isono sehlabathi. Viz kapitolaIBHAYIBHILE29 Ngengomso uYohane wabona uYesu esiza kuye, wathi: “Nâlo ixhwane likaThixo lokungxengxezela isono sehlabathi. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)29 Ngomhla olandelayo u‐Johane wambona u‐Yesu esiza kuye, wati: Kangela imvana katixo, esusayo isono selizwe! Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 202429 Ngengomso uYohane umbona uYesu esiza kuye, athi, Nantso iMvana kaThixo, ethwala isuse isono sehlabathi. Viz kapitola |