Online Bible

- Reklamy -




uLuka 1:76 - IZIBHALO EZINGCWELE

76 Nawe, mntwana, uya kubizwa ngokuba ungumprofeti wOsenyangweni, Kuba ùya kuhamba phambi kobuso beNkosi, ulungise iindlela zayo,

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

76 Nawe ke, mntwana wam, wobizwa ngokuba *ungumshumayeli kaThixo uPhezukonke, kuba uya kuyibhulela umbethe iNkosi, uyigabulele izigcawu.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

76 Nawe, mntwana! uya kubizwa ngokuba ngumprofite wopezu kwonke: ngokuba uya kwandulela pambi kwobuso benkosi ukuya kulungisa indlela zayo;

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

76 Nawe, mntwana, uya kubizwa ngokuba ungumprofeti wOsenyangweni, kuba uya kuhamba phambi kobuso beNkosi, ulungise iindlela zayo;

Viz kapitola kopírovat




uLuka 1:76

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy